This is an Umhlobo Wenene FM serial that runs daily on weekdays.
Latest episodes
-
13 min
Episode 2704
Ithini na Lento
-
12 min
Episode 2703
Ithini na Lento
-
12 min
Episode 2702
Ithini na Lento
-
15 min
Episode 2701
Ithini na Lento
-
20 min
Episode 2700
Ithini na Lento
-
15 min
Episode 2699
Ithini na Lento
-
13 min
Episode 2698
Ithini na Lento
-
9 min
Episode 2697
Ithini na Lento
-
14 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa endleleni eya evenkileni kuhamba uSkhulu noNosiseko – uSkhulu ubuza ukuba eza mpahla zisevenkileni uzithenge ngaliphi ixesha – uyamhleka omnye esithi ukubuya kwakhe kuLwesin…
-
11 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa uThandi uzokuthenga evenkileni efikela kuSkhulu ambuze ukuba uphi uNosiseko kwathengisela yena – omnye umbuza ukuba akanakuthengisela kanti yena – uyahleka uThandi esithi na…
-
13 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa uThandi uyashwabula uNgxekese akasezi nokuza kuqabula ekuseni ngoku ngenxa yokuba unemali – uTubhanana uthi inoba uthenga edolophini okanye e-Bottle Store ayokuselela endlwi…
-
12 min
Ithini Na Le Nto
Vuyo to Tamara ongamnakaniyo kuqala ze azazise – omnye uyothuka embuza ukuba ufunani – uVuyo uthi uvile ngoGibson ukuba kube nzima ukuba amnike i-bank account yakhe for ukufakela u…
-
15 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa uSkhulu usa uNosiseko evenkileni badlula ngakwaNgxekese kuxakekiwe ngabakhi benza i-foundation, uyancoma uNosiseko esithi ngathi iza kubankulu le ndlu kaNgxekese ubona nge-f…
-
15 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa uMlungisi uvuswa yi-call kaSkhulu ofowuna engxola esithi uza kuqabuka iwe bhumu phantsi laa Sayithi njengokuba elibele kukuhlala apho eGoli eyiyekele kumanxila angoMqokeleli…
-
13 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa kwaSkhulu uyacaphuka ebuza uNosiseko ukuba zinduli zantoni eziya azibona zikwaNgxekese. Uthi omnye ubone phezolo kumisa ilori yase-Sayithini yothula laa santi, kucacile ukub…
-
15 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa kwaSkhulu kuhleli yena noNosiseko olungiselela ukuyovula evenkileni, sibafumana bencokola nalapho uNosiseko ethi uneentloni kwaye uyazisola ngokungavumi ukuhamba noNancy emc…
-
17 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa uTubhanana unkqonkqoza egumbini likaThandi osalele emvusa ngetshisayo ikofu, ekwamphathele nentyatyambo ebomvu. Ungena sele esithi: ‘Happy Valentine’s day sisi wam!’ Engaqon…
-
16 min
Ithini Na Le Nto
Morning phone call from Gibson to Khwetshube ebuza ukuba baqhuba njani uyaqhela na umhomncinci wakhe. Uyahleka uKhwetshube esithi ebengamthembanga laa mfazana kaNdomelele kodwa ngo…
-
17 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa kwaThandi kufika uSizwe sele engxola esithi udade wabo makohlukane nale nto yokuvele ambize, uyasebenza yena. Uyaxolisa omnye esithi naye ugqiba kufowunelwa nguChuma othi i-…
-
16 min
Ithini Na Le Nto
Kusasa kwaNancy kunkqonkqoza kabukhali uThandi otyhola uNancy ngokumfaka amapolisa. Upholile omnye esithi kakade uyazi kwaye uqinisekile ukuba nguye owamosha igadi yakhe.