podcasts.eu.org

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

by SABC News and Current Affairs · 2,500 episodes

News

Website ↗ More by author

Umhlobo Wenene FM Indaba / news bulletins

Latest episodes

  1. 08 11 2021 07h00

    Bazakufumana isitofu sokomeleza amajoni omzimba abasebenzi bempilo ebebeyinxalenye yokulingwa kwamachiza okugonyel' iCOVID19.

    7 min
  2. 22.06.2021 13h00

    Igxothiwe emsebenzini inqununu yesikolo esiseMpuma Koloni eyanyanzela umfundi ukuba angene kumngxuma wendlu yangasese ukuze akhuphe umnxeba wayo ophathwayo (CELLPHONE) nowatshona k…

    7 min
  3. 22.06.2021 09h00

    Zohlukile iimbono zeengcali mayela nokuba kufanel' ukuba kumiselwe imiqathango engqingqwa kusini na kwiphondo iGauteng ukunqanda ukunwenwa kwentsholongwane icorona.

    6 min
  4. 22.06.2021 07h00

    Sixhalabile isixeko saseTshwane ngenxa yokuntingela phezulu kwamanani abantu abosulelwa yintsholongwane icorona.

    6 min
  5. 21.06.2021 07h00

    Bazakuvela enkundleni namhlanje abarhanelwa abane ngokunxulumene nokufunyanwa kwabo beneziyobisi ezixabisa i400 million yeerandi.

    6 min
  6. 11.06.2021 13h00

    Umphathiswa wamashishini karhulumente uPravin Gordhan uthi kutyikitywe isivumelwano phakathi kukarhulumente nehlakani elitsha lika SAA iTakatso. UGordhan uthi kuzakutyikitywa isivu…

    6 min
  7. 11.06.2021 10h00

    Iqumrhu loosomashishini iTakatso Consortiun ibhengezwe njengehlakani lenkampani yezophapho kweli iSAA.Olu qhogwano lukarhulumente nenkampani yabucala lubeka amashumi amahlanu nanye…

    6 min
  8. 11.06.2021 09h00

    Umphathiswa wezobulungisa neenkonzo zoluleko uRonald Lamola uthi i-United Arab Emirates ayisebenzisani noMzantsi Afrika, njengoko kwakuvunyelwene ngala mazwe mabini. U-Lamola ebeth…

    6 min
  9. 11.06.2021 07h00

    Iziko lezifo ezosulelayo i-NICD ngamafutshane lithi sithetha nje ngabantu abayi seven-thousand-300 abanyangelwa icovid19 kwizibhedlele zeli lizwe, kwaye kuthwa izolo bayi 844 abant…

    6 min
  10. 26.05.2021 13h00

    Ujaji Piet Koen ucele amagqwetha obesakuba ngumongameli weli uJacob Zuma ukuba athobele imiqathango yenkundla phambi kokuphula-phulwa ngokusemthethweni kwesicelo esikhethekileyo ng…

    6 min
  11. 26.05.2021 10h00

    Igunya bantu lotshutshiso iNPA lithi alikafaki maxwebhu aphendula kwisicelo esikhethekileyo seqela lamagqwetha lobesakuba ngumongameli weli esifuna athi gu bucala umtshutshisi u-ad…

    6 min
  12. 26.05.2021 09h00

    Umphathiswa wesebe lezempilo kuzwelonke uGqirha Zweli Mkhize uthi uphando kwizityholo zokukhutshwa ngokungafanelekanga kwesiniki maxabiso sezigidi ngezigidi zerandi lufumanise ukub…

    5 min
  13. 26.06.2021 07h00

    Usekela sosiba jikelele weANC uJessie Duarte uthi zange kwenzeka ngaphambili ukuba ilungu eliphezulu lombutho elifana nososiba jikelele uAce Magashule lingafuni ukuthobela imitheth…

    6 min
  14. 19.05.2021 11h00

    Kubhubhe abantu abane konzakala ngokumasikizi abahlanu emva kwesiganeko apho abahlali bethathele umthetho ezandleni zabo eHoneydew kwintshona yeRhawuti. Kuthiwa ngabantu abangama-2…

    5 min
  15. 19.05.2021 09h00

    Ilungu lekomiti ejongene namachiza ogonyo kumbutho wempilo kwihlabathi unjingalwazi Salim Abdul Karim liphefumle kwingxoxo eshushu emayela nokuba ingaba licebo elilungileyo na ukub…

    6 min
  16. 18.05.2021 07h00

    Ziyasikhaba isinikezelo sikaEskom sochatha kwimivuzo iimanyano zabasebenzi.

    7 min
  17. 19.05.2021 07h00

    Imanyano yabasenzi i-DEMAWUSA ilumkise ngelithi uzakuhlala ukungasonjululwanga umba wokunyuswa kwemivuzo yabasebenzi ukuba abaqeshi basaqhuba nokubethisa ngoyaba isiphakamiso sayo.

    8 min
  18. 14.05.2021 13h00

    Inkulubaphathiswa yephondo iGauteng uDavid Makhura ithi ela phondo lichwechwelwa ngumsinga wesithathu wentsholongwane iCorona.

    6 min
  19. 14.05.2021 11h00

    Kungenzeka ukuba bajikiswe abanye abasebenzi bempilo abaqale ukuma emigceni kwiziko lokugonya eMilpark kwisixeko sase Rhawutini ukususela ngentseni yanamhlanje nanjengoko eli ziko…

    6 min
  20. 14.05.2021 10h00

    Kuyabonakala ukuba usosiba jikelele weANC onqunyanyisiweyo uAce Magashule akazukungxengxeza esidlangalaleni ngokuthumela incwadi enqumamisa umongameli weli qela uCyril Ramaphosa.

    6 min
Nothing playing
0:00 / 0:00